Yazi xa ujola nabantwana ba clever ezi Wits Law fike umntana esithi yena uyi intersectional feminist nezi independent woman. I positive is that financially awukho under pressure lo mntana most of the time uyazibethela into zakhe and wena u patch.a apho nalapho. Lol if niye
Nayotya kwindawo eduru nasela. La bill nizoyigqeba qha iske Ibe nguwe omaphulelayo ba & #39; babe just pay for the drinks only& #39; noba ubungatshongo bekungazubakho way. Kwi decisions zento yonke niyancedisana so ingqondo zimbini and lomntana u clever maarn so wenza I good decisions.
Ingxaki kengoku iyi 1 xa nixabana. Yhuuu yesses ncncnc baphuma into ngomlomo bra Yi mncwi
https://abs.twimg.com/emoji/v2/... draggable="false" alt="đ€" title="Crossed fingers" aria-label="Emoji: Crossed fingers">. Hehehe mfethu umntu onomamela engaboni angaba sure ukuba umntu u shout.a umntana wakhe apha. Lol vele kuthwe & #39; Shut your mouth I& #39;m still talking to you & #39; uqonde haibo mawuvaye. Xa uhamba
Kuthwe & #39; Viwe where do you think you& #39;re going I& #39;m not done talking to you& #39;
https://abs.twimg.com/emoji/v2/... draggable="false" alt="đ" title="Face with tears of joy" aria-label="Emoji: Face with tears of joy">
https://abs.twimg.com/emoji/v2/... draggable="false" alt="đ" title="Face with tears of joy" aria-label="Emoji: Face with tears of joy"> uqonde hebanna ndiphi apha.
Kwelinye icala if ujola nomntana oneza timing ba indoda Yi ndoda maarn. I positive is that uzoziva like a man Ibhuda. Sbal Sunday uzoyenzelwa I seven colours yakho.
Kwelinye icala if ujola nomntana oneza timing ba indoda Yi ndoda maarn. I positive is that uzoziva like a man Ibhuda. Sbal Sunday uzoyenzelwa I seven colours yakho.
Akukho roster umntana ukuphatha like intloko yekhaya xa nikwi braai uyakuququzelela ba & #39; guys umntwam uyayithanda I pork khaniphake ndimsele& #39; nithi nihleli nizi braz akubuze babe u right ngenyama? uqonde ja maarn ndiyindoda I am a man. I negative apha financially akuncediswana.
Ingxaki zakhe zezakho. Ba uthi babe ndifuna ukwenza intloko yenza I plan uyindoda mos. If uthe babe masiye e ocean basket uyazi uzoyibhatala ngokwakho la bill. Uyindoda mos. If niye kwi bnb e Port Alfred uzayibhatala wedwa. Imali yakhe yeyakhe eyakho yeyenu.