Bayandibasela abantwana base kasi yazi. Umntana uvele angazisokolisi kakhulu. Avele a pass.e u Matric ngo H. Not because kwathini kwathini qha uyayazi akazuba yi lawyer maarn yena uzohlalisana no Ta Mthura. After Matric kuthwe ufunda I computer. Athi esafunda lo computer abe
Ne ngcosi no Ta Mthura wakhe. Bahlale kwi flat ka Ta Mthura e back klo Ta Mthura. Klo Ta Mthura bamazi ungowalapha lo mntu xa kuphekwa uyabalwa. Afune ispan noba kuse Fish and Chips abe grand ancedise u Ta Mthura. After 3 years uve ngo Ta Mthura exelela ibraz naba melwane ba
Uzotyisa uTsiki ngomgqibelo. Wena udibane nalomntana e mall seyenxibe ama dakhi. Ehambe nentwana ena 4 e medium ugly endwebileyo. Ubulise ubethe I small talk. Umbone lomntana uya glow.a and u happy maarn ngo life wakhe. U can tell ba udlala imigalelo nezi stokvel nemibutho ye
Grocery. Then akuxelele proudly ba ' No Mthuthuzeli Siyazihlalela ngoku e Khayelitsha nangoku ndisuka o lay buy.a I sofa kwa Morkels' 😂😂 ubone I ancestors zika Mthura have welcomed lomntana and o Makazi baka Ta Mthura bazokwazi ukhomba indlu ka Mthura bathi
' umile umzi ka Mthuthuzeli kuse Mabheleni , o Langa , oKhuboni' 🔥🔥🔥😂😂😂😂
You can follow @tachan_p.
Tip: mention @twtextapp on a Twitter thread with the keyword “unroll” to get a link to it.

Latest Threads Unrolled: