Ukhe ubone xa usafuna iCherry , like uyayincanywa le girl , and uzishaya ngomenza u560, akhonto ungaythethiyo eright (eRight kuye phof) , akhonto ongayenziyo eRight. Sowuthenga neAirtime ngoku for uPhone(a) kodwa uyazazi ukba awuyoType you phone(a) qha uDizzy , ukwenze dizzy
But yiDizziness eGrend man , ncokola for hours eFownini , texting for hours, xa ulala ucinga yena, xa uvuka uleqa kwi Contact yakhe to see if akho message yakhe nah, xa uyibona uncume nawe uqondba yaaaaaah , ndisondele , ndizomfumana lomntana. Hayke xa uhleli ne Braz umane
ubabonisa uPics zakhe,

“hela jongani lewey braz”

“Yhuu boy intle leMedi, sowuStampile pha?”

😂haha ha.a gents but ndisacamtha naye , funa um560a “

“Heh?? iyhooooo lomjita!”

“Haha khayeke man Ta’z uGrend nyani lomntana , ndiyazishaya nyani”

Thats your way of
ubaxelela ukba mabangamTouchi ke .

Kubakho esaStage kengoku xa uhleli neBraz but awusathethi kakhulu cause ulapha eFownini lawey , niBusy ngeChats , umane uncuma wedwa , xa esithi izombona uxhuma ngoku uzishiye apho ezozshumane uyohlala nayo iLover yakho
Xa nihleli nobabini ingaske ingapheli man iXesha , umane udlala ngesandla sakhe , uthetha izinto eziSweet , umane umxelela ukba umhle , naye athi “haybo I’ve got no make up on and I’m wearing sweatpants njenaaaa”

“Hayi Asi , noba ungathi Doek entloko, ubogqitha bonke wena”
Pewu! Naye ke anyube kumandi “ncooh ahahaha you’re so sweet”
Bethe la ntsini epholileyo “haha for real though” and it’s important that you keep it chilled intsini yakho cause you’re still playing “cool guy” ungahleki ngathi useTarven apha sdenge!

Njeee hahaha
Now she gotta go back in the house and cook otherwise moms is gonna look for her but naye uzomane esithi “argh I don’t want you to goooo” nawe ngoku ngathi uyacinga ukba “yaaaaaah ndimgqibile”

Xa ufika kowenu akubethe ngo “did you get home safe?”
“Yeah I did thanx 😊
“I wish you didn’t have to leave 😭

“Haha me too hey 😭

iLove yakhula ngoku , a day ayidluli ningathethanga, ukhe umTeste nje uDecide(a) ukba iPhone yakho awuzoyihoya for most of the day to see ukba uzakukhumbula nah?
Xa ubuyela kwiPhone YHO KWEDINI , multiple messages , missed calls ezininzi!

“Where are you?! 😭
“Haybo?!”
“I MISS YOU 😭😭😭

Uqondba fuck ! Ndimgqibile lomntana! Ngowam! Akujiki! She’s mine!!
“Sorry babe I was busy, Did you miss me?”
“Haybo usakaphi?! I missed you 😭😭

You:
Hayke then when she agrees to come over for a night, game on! As umjita uvele ubeExcited lawey! Awukwazi nozibamba.. uvuke ekseni ucleane iRoom yakho , uKorobhe, utshayele , ufake iSpray ezinuka lovely kwedini, and uyiclean(a) NYANI! Kude kukhale amajita xa engena
“YEY! ayiCleani le room? Ekse uneFixture namhlanje??”

“Haha hayman khayeke man braz”

“Hela kuza bani mfethu??”

“Hhaha mxm Asi braz”

Braz : YHOOOOO LEKAKA! Hela unguSathana sani!! Rhaaa 🔥🔥🔥
Ufumane la text ethi “okay I’m on my way “

Yho hayke wenza sure ngoku ukba yonke into iPerfect! Mali yakho uyibalile for iPizza night , Wine iseFridge, iRoom ibetha umoya . Yho awubatywe boy, cause ngoku uyazazi ukba uzophiwa too but funeke ubambe iComposure as a dyan
“I’m outside”
Washa! Wehle kwi Steps utyhale isfuba kwedini xa uyovula iGate , Akancume usisi , Wena uzpholisile as a dyan . Ningene endlini , nawe uthi before ningene eRoomini “oh you’ll excuse my mess , I thought I’d have time to clean” mxm uCleane wanya manyoko!
Ningene “haybo its so clean , I love it”
“Really? Barely had time to clean up”
Niphole, nincokole kubemandi , you hop on the bed naye akhwele, ukhuphe iPizza, wine, snacks, ufake iprent(movie) kwi laptop .. hayke, asondele naye ugirl athi ntloko esfubeni , abeke umlenze phezkwakho, yhuuuu akhale umthokozisi ngaphantsi kweJean “NDIZOVHA NGAWE KE MPHATHI!!!”
Umbuze ufuna eyiphi iMovie naye akhethe ububhanxa beRomance but ke nawe ubukele although ubufuna ezka Van Damme or uJohn Wick nenja yakhe wena but this is not the time , it’s time to impress.. qho xa kufika iSex scene ucinga ngaphakathi “entlek leMovie indisetela iTone”
Xa iphela iMovie, ubatywa nyani kengoku, umthokozisi uphefumlela phezulu phantsi kwe jean, and kukho la moment of silence cause this is where you gotta make iMove yakho , naye uklindele , hayi uziphose ebsweni , naye akuthi NQAKU yhuu caba kudala ekubawela uSwine
Hayke nikhululane , akaqine umthokozisi unazo nendawo ezvuza izincwe kwi bighini , yhu relationship iqalile kengoku elohlobo , ukuRide(e) wamongoza , uthathekile , nawe umkhwele okweJingi kwedini uyewazimisela champ..

Siyandichaza ke esistage xa ufuna iCherry ,
Hayi Ayenzi sense le thread qha nje Thinking out loud .. iExciting man lawey
You can follow @ViweXO.
Tip: mention @twtextapp on a Twitter thread with the keyword “unroll” to get a link to it.

Latest Threads Unrolled: