Ukhe ubone lawey xa uhleli neCherry yakho nipholile ebhedini , wena uhoye uline wakho , yena uhoye owakhe , anithethi , just here and there , shes got just a top on , wena you laying on her bums, umane uluma iCheeks , ahleke “haha haa.ana baby maaarnii”
Yah
https://abs.twimg.com/emoji/v2/... draggable="false" alt="😍" title="Smiling face with heart-shaped eyes" aria-label="Emoji: Smiling face with heart-shaped eyes">
Yah
Wena useFownini yakho ubukele iSports highlights, yena kweyakhe ubukele ezVlogs zakhona zamaMedi , umane nje ngoluma iCheeks, naye ukbamba ngeSnap ngoku, xa umbhaqa , nihleke , nje la childish moment epholileyo , amane esithi Pause(a) eziHighlights zakho so she can tell you
Ngalento yeVlogs ayibukele eFownini , noMgosi ke about loGirl ayibukeleyo, nawe uzenze interested “mhm yho baby nyani?”
Kodwa yazaza ukba awukho lapho , usafuna ugqibezela iHighlights wena, qha yeses akayeki uringa ngalento .. ubude ngokuthi “yho baby nyani?”
Kodwa yazaza ukba awukho lapho , usafuna ugqibezela iHighlights wena, qha yeses akayeki uringa ngalento .. ubude ngokuthi “yho baby nyani?”
But uphakame umbethe ngeLamza eshushu , naye sbhanxa esinguye sincumile ngoku after ilamza , uyilibele leVlog ebekubalisela ngayo , boom! You’re back watching your highlights in peace , naye usanxiliswe lilamza , ukjongile , after some time abuyele kwi Vlog bantwana
Hayke , ugqibe ngeHighlights, now lixesha ka Joe Budden , nje ezaHip Hop channels ozthandayo , ungancimfba uzoygqiba lento uyibukeleyo , amacherry adikwa ngoku, ngoku seydikiwe yileVlog, uzohlupha wena ngoku, uzenza ngathi naye uInterested kulento uyibukeleyo but dololo knowledge
Hayi ke umyeke, azibeke esfubeni, ingalo over your stomach , abukele i2min abuze “ngubani lo baby” nawe uchaze , after another 2 aphinde abuze , nawe uqondba yeses .. uAgitated ngoku ngathi utye iRitalin , athi faka into that she understands rather ok the laptop/tv
But you know best as umdira ukba suphikisa, so ufake loMovie or Series ayifunayo , uyaxoka uzoybukela udikwe unjalo .. 10min in xa usithi jep, tyhini loSisi .. Gone! ulele!
Heeeeh ngoku ushiyeke naloMary Jane ongamaziyo edlala yedwa .. mxm
Heeeeh ngoku ushiyeke naloMary Jane ongamaziyo edlala yedwa .. mxm
But akhowey , uyiqhelile lento ayenzayo, uzode uthini , yiMedi yakho and umthanda enjalo , umbize ke , angaphenduli cause ulele, uphinde umbize, hayi cwaka .. but ukba ukba umbize wathi “iza izolala kakuhle” VUMBULULU!
Rhaa mxm amaCherry .. but ke akhowey mntam
Rhaa mxm amaCherry .. but ke akhowey mntam
Umbethe ngeForehead kiss , ucime uMaryBantwana , nilale ..
Basically ndithi zipholile man ezaNights ukh’ubone?
Yah man
Basically ndithi zipholile man ezaNights ukh’ubone?
Yah man