Yho akukho kuphumla nasengcwabeni kanene, ngoba funeka ufike ube usenza izinto ze underground gang; ube ukhanyisela abantu indlela, ubapha amandla, udedisa ubumnyana uveza ukukhanya. Hayi saze sahlukumezeka bethuna.
Ezulwini ngooPetrose no Abraham bakwehlisa bekwenyusa kwizitrato zegolide eJerusalema. Aniculi mntakabawo aniyazi noba kuyehlwa noba kuyasa. Eyy bethuna.
Ingathi ngenisela niphole ngoku nilapha emhlabeni sana, ngoba xa ndiyijongile imbi into esiya kuyo. Heey bethuna, inoba ezazitrato zegolide ziclean(wa) ngoobani? Surely umntu une shift yakhe ye16 hours. Uthi uphuma apho kuthwe khayoqoqosha estalini samahashe. Yho!
Inoba akathumi uMariya. Yhini Bawo! 😭😭😭
Underground gang ke yona ndiyazi ukufa, oodabawo uzofika bequmbe mntakabawo, kunzima nooMolo lo wembala. Tsii bethuna/
You can follow @Shoun_B.
Tip: mention @twtextapp on a Twitter thread with the keyword “unroll” to get a link to it.

Latest Threads Unrolled: